Eksodus 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wathi uMoses ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlwini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe apha ngesandla esinamandla.+ Ngoko ke makungadliwa nto inegwele.+ Levitikus 23:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+ Numeri 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye ngomhla weshumi elinesihlanu enyangeni leyo ngumthendeleko. Iintsuku ezisixhenxe kodliwa amaqebengwana angenagwele.+ 1 Korinte 5:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngenxa yoko masigcine umthendeleko,+ kungekhona ngegwele elidala,+ nangegwele+ lobubi nobungendawo,+ kodwa ngamaqebengwana angenagwele okunyaniseka nenyaniso.+
3 Wathi uMoses ebantwini: “Lukhumbuleni olu suku niphume ngalo eYiputa,+ endlwini yobukhoboka, kuba uYehova unikhuphe apha ngesandla esinamandla.+ Ngoko ke makungadliwa nto inegwele.+
6 “‘Ngosuku lweshumi elinesihlanu enyangeni leyo yoba ngumthendeleko kaYehova wamaqebengwana angenagwele.+ Kangangeentsuku ezisixhenxe nodla amaqebengwana angenagwele.+
17 Yaye ngomhla weshumi elinesihlanu enyangeni leyo ngumthendeleko. Iintsuku ezisixhenxe kodliwa amaqebengwana angenagwele.+
8 Ngenxa yoko masigcine umthendeleko,+ kungekhona ngegwele elidala,+ nangegwele+ lobubi nobungendawo,+ kodwa ngamaqebengwana angenagwele okunyaniseka nenyaniso.+