INdumiso 135:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uYa uzinyulele uYakobi kanye,+USirayeli ukuba abe yinqobo kuye.+ Luka 1:68 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+ Luka 7:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bonke ke bangenwa luloyiko,+ yaye baqalisa ukumzukisa uThixo, besithi: “Kuveliswe umprofeti omkhulu+ phakathi kwethu,” nokuthi, “UThixo uphethulele ingqalelo yakhe kubantu bakhe.”+
68 “Makabongwe uYehova uTHIXO kaSirayeli,+ ngenxa yokuba eyiphethule ingqalelo yakhe waza wabahlangula+ abantu bakhe.+
16 Bonke ke bangenwa luloyiko,+ yaye baqalisa ukumzukisa uThixo, besithi: “Kuveliswe umprofeti omkhulu+ phakathi kwethu,” nokuthi, “UThixo uphethulele ingqalelo yakhe kubantu bakhe.”+