IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 18:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UYehova uThixo wakho uya kunivelisela umprofeti, phakathi kwenu, kubazalwana benu, onjengam—nize nimphulaphule+—

  • Luka 24:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Waza wathi kubo: “Ziphi na izinto?” Bathi kuye: “Izinto eziphathelele uYesu umNazarete,+ owaba ngumprofeti+ onamandla ngomsebenzi nelizwi phambi koThixo nabo bonke abantu;

  • Yohane 4:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Lo mfazi wathi kuye: “Mnumzana, ndiyaqonda ukuba ungumprofeti.+

  • Yohane 6:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko ke abantu bakubona imiqondiso ayenzileyo, bathi: “Lo ngokuqinisekileyo ngumprofeti+ owayeza kuza ehlabathini.”

  • Yohane 7:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Ngoko ke bambi kuso isihlwele abawevayo la mazwi bathi: “Ngokuqinisekileyo lo unguye UmProfeti.”+

  • IZenzo 7:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 “Lo ngulo Moses wathi koonyana bakaSirayeli, ‘UThixo uya kunivelisela phakathi kwabazalwana benu umprofeti onjengam.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share