Eksodus 7:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke mna, ndoyenza lukhuni intliziyo kaFaro,+ yaye ngokuqinisekileyo ndoyandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni laseYiputa.+ Duteronomi 2:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+ Yoshuwa 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+ INdumiso 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuziphakamiseni kwakhe ongendawo umsukela ngobushushu lowo uxhwalekileyo;+Babanjiswa ziingcamango abazicingileyo.+ IMizekeliso 16:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ikratshi liphambi kokuwa,+ yaye umoya wekratshi uphambi kokukhubeka.+
3 Ke mna, ndoyenza lukhuni intliziyo kaFaro,+ yaye ngokuqinisekileyo ndoyandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni laseYiputa.+
30 Akavumanga uSihon ukumkani waseHeshbhon ukuba sidlule kuye, ngokuba uYehova uThixo wakho wawenza lukhuni umoya wakhe, wayenza lukhuni+ nentliziyo yakhe, ukuze amnikele esandleni sakho njengokuba kunjalo namhla.+
20 Kuba yaba likhondo likaYehova ukuziyeka iintliziyo zazo zibe lukhuni+ ukuze zenze imfazwe nxamnye noSirayeli, aze azitshabalalise, ukuze kungabikho lubabalo,+ kodwa ukuze azibhubhise, kanye njengoko uYehova wayeyalele uMoses.+
2 Ekuziphakamiseni kwakhe ongendawo umsukela ngobushushu lowo uxhwalekileyo;+Babanjiswa ziingcamango abazicingileyo.+