IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuya kufuneka ndisolule isandla sam+ ndize ndiyixabele iYiputa ngazo zonke izenzo zam ezimangalisayo endiya kuzenza phakathi kwayo; wothi ke emva koko anindulule.+

  • Eksodus 11:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wandula wathi uYehova kuMoses: “Akayi kuniphulaphula uFaro,+ ukuze yande imimangaliso yam ezweni laseYiputa.”+

  • INdumiso 105:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Babeka phakathi kwabo imibandela yemiqondiso yakhe,+

      Nemimangaliso kwilizwe lakwaHam.+

  • IZenzo 7:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Yena wabakhokelela ngaphandle+ emva kokwenza imihlola nemiqondiso eYiputa+ nakuLwandle Olubomvu+ nasentlango kangangeminyaka engamashumi amane.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share