Eksodus 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Xa angena elwandle amahashe+ kaFaro neenqwelo zakhe zokulwa namajoni akhe akhwele emahasheni,+UYehova wawabuyisela phezu kwabo amanzi olwandle,+Ngoxa oonyana bakaSirayeli bahamba emhlabeni owomileyo phakathi elwandle.”+
19 Xa angena elwandle amahashe+ kaFaro neenqwelo zakhe zokulwa namajoni akhe akhwele emahasheni,+UYehova wawabuyisela phezu kwabo amanzi olwandle,+Ngoxa oonyana bakaSirayeli bahamba emhlabeni owomileyo phakathi elwandle.”+