Eksodus 14:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Aya ebuyelana ngokubuyelana amanzi.+ Ekugqibeleni azigubungela iinqwelo zokulwa namajoni akhwele emahasheni kwanomkhosi wonke wamajoni kaFaro owawungene elwandle emva kwabo.+ Akwasala namnye kubo.+ Hebhere 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+
28 Aya ebuyelana ngokubuyelana amanzi.+ Ekugqibeleni azigubungela iinqwelo zokulwa namajoni akhwele emahasheni kwanomkhosi wonke wamajoni kaFaro owawungene elwandle emva kwabo.+ Akwasala namnye kubo.+
29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+