IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Ndiya kuzithumela phambi kwakho izothuso zam,+ ndibavusele isiphithiphithi bonke abantu oya kufika kubo, iintshaba zakho zonke ndizenze zikunikele umva.+

  • 1 Samuweli 5:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yoko athumela ahlanganisa zonke iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti aza athi: “Yindululeni ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ibe nokubuyela endaweni yayo nokuze ndingabulawa mna nabantu bakowethu.” Kuba kwakukho isiphithiphithi esibulalayo kuso isixeko siphela;+ isandla sikaTHIXO oyinyaniso sasinzima kakhulu apho,+

  • INdumiso 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Waqhubeka ethumela iintolo zakhe, ukuze abachithachithe;+

      Yaye wathumela imibane, ukuze avuse isiphithiphithi phakathi kwabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share