Eksodus 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika.+ Yimani ngokuqinileyo, nilubone usindiso lukaYehova, aya kunenzela lona namhlanje.+ Kuba amaYiputa lawo niwabonayo namhlanje, anisayi kuze niphinde niwabone kwakhona.+ INdumiso 106:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amanzi azigubungela iintshaba zabo;+Akuzange kusale namnye kuzo.+ INdumiso 136:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nowavuthulula uFaro nomkhosi wakhe wamajoni kuLwandle Olubomvu:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+
13 Wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika.+ Yimani ngokuqinileyo, nilubone usindiso lukaYehova, aya kunenzela lona namhlanje.+ Kuba amaYiputa lawo niwabonayo namhlanje, anisayi kuze niphinde niwabone kwakhona.+
15 Nowavuthulula uFaro nomkhosi wakhe wamajoni kuLwandle Olubomvu:+Kuba ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo;+