2 Kronike 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Akukho mfuneko yakulwa+ ngesi sihlandlo. Zimiseni, nime ngxi+ nilubone usindiso+ lukaYehova ngenxa yenu. Owu Yuda nawe Yerusalem, musani ukoyika okanye ninkwantye.+ Phumani ngomso nxamnye nabo, uYehova uya kuba nani.’”+ IMizekeliso 29:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ukungcangcazela ngumntu kubeka umgibe,+ kodwa okholosa ngoYehova uya kukhuselwa.+
17 Akukho mfuneko yakulwa+ ngesi sihlandlo. Zimiseni, nime ngxi+ nilubone usindiso+ lukaYehova ngenxa yenu. Owu Yuda nawe Yerusalem, musani ukoyika okanye ninkwantye.+ Phumani ngomso nxamnye nabo, uYehova uya kuba nani.’”+