Eksodus 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ethubeni bangena oonyana bakaSirayeli phakathi elwandle emhlabeni owomileyo,+ ngoxa amanzi ayeludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+ Eksodus 15:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngempefumlo yamathatha akho+ afunjwa amanzi;Ema ngxi njengedama lezikhukula;Ajiya amanzi enzonzobila embilinini yolwandle.
22 Ethubeni bangena oonyana bakaSirayeli phakathi elwandle emhlabeni owomileyo,+ ngoxa amanzi ayeludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+
8 Ngempefumlo yamathatha akho+ afunjwa amanzi;Ema ngxi njengedama lezikhukula;Ajiya amanzi enzonzobila embilinini yolwandle.