Eksodus 15:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Xa angena elwandle amahashe+ kaFaro neenqwelo zakhe zokulwa namajoni akhe akhwele emahasheni,+UYehova wawabuyisela phezu kwabo amanzi olwandle,+Ngoxa oonyana bakaSirayeli bahamba emhlabeni owomileyo phakathi elwandle.”+ Numeri 33:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko banduluka ePihahiroti badlula phakathi elwandle+ baya entlango+ baza bahamba uhambo lweentsuku ezintathu entlango yase-Etham,+ bamisa iinkampu eMara.+ Isaya 63:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Lowo wenza ukuba bahambe emanzini enzonzobila khon’ ukuze, njengehashe entlango, bangakhubeki?+ 1 Korinte 10:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Andifuni ningazi, bazalwana, ukuba ookhokho bethu bonke babephantsi kwelifu+ yaye bonke badlula elwandle+ Hebhere 11:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+
19 Xa angena elwandle amahashe+ kaFaro neenqwelo zakhe zokulwa namajoni akhe akhwele emahasheni,+UYehova wawabuyisela phezu kwabo amanzi olwandle,+Ngoxa oonyana bakaSirayeli bahamba emhlabeni owomileyo phakathi elwandle.”+
8 Emva koko banduluka ePihahiroti badlula phakathi elwandle+ baya entlango+ baza bahamba uhambo lweentsuku ezintathu entlango yase-Etham,+ bamisa iinkampu eMara.+
10 Andifuni ningazi, bazalwana, ukuba ookhokho bethu bonke babephantsi kwelifu+ yaye bonke badlula elwandle+
29 Ngokholo badlula kuLwandle Olubomvu ngokungathi kukumhlaba owomileyo,+ kodwa wona amaYiputa xa alinga ukwenjenjalo aginywa.+