Duteronomi 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, uqalile ukumbonisa umkhonzi wakho ubukhulu bakho+ nengalo yakho eyomeleleyo,+ ngokuba nguwuphi na uthixo emazulwini nasemhlabeni ongenza ngokwezenzo zakho nangokwemisebenzi yakho yamandla?+ 2 Samuweli 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kungenxa yoko le nto umkhulu ngokwenene,+ Nkosi enguMongami Yehova; kuba akakho omnye onjengawe,+ kungekho naThixo ngaphandle kwakho+ phakathi kwabo bonke esive ngabo ngeendlebe zethu. 1 Korinte 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+
24 ‘Owu Nkosi enguMongami Yehova, uqalile ukumbonisa umkhonzi wakho ubukhulu bakho+ nengalo yakho eyomeleleyo,+ ngokuba nguwuphi na uthixo emazulwini nasemhlabeni ongenza ngokwezenzo zakho nangokwemisebenzi yakho yamandla?+
22 Kungenxa yoko le nto umkhulu ngokwenene,+ Nkosi enguMongami Yehova; kuba akakho omnye onjengawe,+ kungekho naThixo ngaphandle kwakho+ phakathi kwabo bonke esive ngabo ngeendlebe zethu.
5 Kuba kwanakuba kukho abo babizwa ngokuba “ngoothixo,”+ enoba kusezulwini+ okanye kusemhlabeni,+ kanye njengoko kukho “oothixo” abaninzi “neenkosi” ezininzi,+