-
Yeremiya 49:19INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
19 “Khangela! Kuya kunyuka uthile kanye njengengonyama+ ephuma kwintshinyela engaseYordan isiya kwindawo yokuhlala eluqilima,+ kodwa ngephanyazo ndiza kumenza abaleke emke kuyo.+ Nonyuliweyo ndiya kummisela phezu kwayo. Kuba ngubani na onjengam,+ ingubani na noya kundicela umngeni,+ yaye nguwuphi na umalusi onokuma phambi kwam?+
-