Eksodus 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Emva koko uYehova wathi kuMoses kwaMidiyan: “Hamba, ubuyele eYiputa, kuba afile onke amadoda awayezingela umphefumlo wakho.”+ Eksodus 7:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Waye uMoses enamashumi asibhozo eminyaka ubudala, yena uAron wayenamashumi asibhozo anesithathu eminyaka ubudala ukuthetha kwabo kuFaro.+ IZenzo 7:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Yaye kwakuzaliseka iminyaka engamashumi amane, kwabonakala kuye kwintlango yeNtaba yeSinayi ingelosi kwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+
19 Emva koko uYehova wathi kuMoses kwaMidiyan: “Hamba, ubuyele eYiputa, kuba afile onke amadoda awayezingela umphefumlo wakho.”+
7 Waye uMoses enamashumi asibhozo eminyaka ubudala, yena uAron wayenamashumi asibhozo anesithathu eminyaka ubudala ukuthetha kwabo kuFaro.+
30 “Yaye kwakuzaliseka iminyaka engamashumi amane, kwabonakala kuye kwintlango yeNtaba yeSinayi ingelosi kwidangatye lomlilo kwityholo elinameva.+