Eksodus 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwabonakala ingelosi kaYehova kuye isedangatyeni lomlilo etyholweni elinameva.+ Njengoko wayekhangale, walibona ityholo elinameva livutha ngumlilo kodwa eli tyholo linameva lalingade litshe liphele. Isaya 63:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+
2 Kwabonakala ingelosi kaYehova kuye isedangatyeni lomlilo etyholweni elinameva.+ Njengoko wayekhangale, walibona ityholo elinameva livutha ngumlilo kodwa eli tyholo linameva lalingade litshe liphele.
9 Ebudeni bokubandezeleka kwabo konke wabandezeleka.+ Yaye umthunywa wakhe wobuqu wabasindisa.+ Ngothando lwakhe nangemfesane yakhe wabahlawulela,+ waza waqalisa ukubaphakamisa nokubathwala yonke imihla yakudala.+