IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 16:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yammbombozelela uMoses noAron yonke indibano yoonyana bakaSirayeli entlango apho.+

  • Eksodus 17:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Banxanelwa amanzi apho abantu, baza bammbombozelela uMoses abantu besithi: “Kutheni na usinyuse saphuma eYiputa ukuze usibulale ngonxano, thina noonyana bethu nemfuyo yethu?”+

  • Numeri 11:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ke kaloku abantu baba njengabantu abakhalazela ububi ezindlebeni zikaYehova.+ Wathi akukuva oko uYehova, wavutha ngumsindo, wavutha nomlilo kaYehova waza watshisa abathile eziphelweni zenkampu.+

  • 1 Korinte 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Masingabi ngabambombozeli, kanye njengoko abathile kubo bambombozelayo,+ suke batshabalala ngumtshabalalisi.+

  • Yuda 16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Aba bantu into abayaziyo kukumbombozela,+ bekhalaza, behamba ngokweenkanuko zabo,+ yaye bathetha ngokuzigwagwisa,+ bencoma abantu+ ukuze bafumane inzuzo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share