8 Babesithi saa abantu, bayibuthe+ baze bayisile ematyeni okuguba okanye bayingqushe ngesingqusho, bayibilise ezimbizeni zokupheka+ okanye benze amaqebengwana abusazinge ngayo, yaye isongo sayo sasinjengesongo seqebengwana elinencasa eligalelwe ioli.+