ABagwebi 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+ ABagwebi 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UHebheri+ umKeni wayezahlule kumaKeni,+ koonyana bakaHobhabhi, uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ yaye wayemise intente yakhe kufuphi nomthi omkhulu waseTsananim, eseKedeshe.
16 Yaye oonyana bomKeni,+ uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ baphuma esixekweni semithi yesundu+ noonyana bakaYuda baya kwintlango yakwaYuda, esemzantsi weAradi.+ Baza bahamba baya kuhlala nabantu.+
11 UHebheri+ umKeni wayezahlule kumaKeni,+ koonyana bakaHobhabhi, uMoses awayengumkhwenyana wakhe,+ yaye wayemise intente yakhe kufuphi nomthi omkhulu waseTsananim, eseKedeshe.