-
2 Kronike 28:15INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
15 Asuka ke amadoda atyunjwe ngamagama+ athabatha abathinjwa, abambesa bonke ababeze phakathi kwabo ngamaxhoba. Ngoko babambesa+ babanika iimbadada babapha ukutya+ babaseza+ babathambisa. Ngapha koko, nabaphi na ababehexahexa, babakhwelisa+ emaesileni babazisa eYeriko,+ isixeko semithi yesundu,+ ecaleni kwabazalwana babo. Emva koko babuyela eSamariya.+
-