Numeri 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+ 2 Kumkani 17:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kwaye abazange baphulaphule kodwa baqhubeka bezenza lukhuni iintamo+ zabo njengeentamo zookhokho babo abangazange babonise ukholo+ kuYehova uThixo wabo; INdumiso 78:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abawugcinanga umnqophiso kaThixo,+Yaye bala ukuhamba emthethweni wakhe.+ INdumiso 81:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Owu akwaba abantu bam bebendiphulaphula,+Owu akwaba uSirayeli ebenokuhamba ezindleleni zam!+ INdumiso 106:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Bayilibala ngokukhawuleza imisebenzi yakhe;+Abazange balindele icebo lakhe.+ Luka 16:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa wathi kuso, ‘Ukuba abamphulaphulanga uMoses+ nabaProfeti, abayi kweyiseka nokuba kuvuke uthile kwabafileyo.’”
11 Ekugqibeleni wathi uYehova kuMoses: “Kuya kude kube nini na+ singandihloneli+ esi sizwana, yaye kuya kude kube nini na singakholwa kum ngemiqondiso yonke endiyenzileyo phakathi kwaso?+
14 kwaye abazange baphulaphule kodwa baqhubeka bezenza lukhuni iintamo+ zabo njengeentamo zookhokho babo abangazange babonise ukholo+ kuYehova uThixo wabo;
31 Kodwa wathi kuso, ‘Ukuba abamphulaphulanga uMoses+ nabaProfeti, abayi kweyiseka nokuba kuvuke uthile kwabafileyo.’”