-
Duteronomi 31:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
16 Wathi uYehova kuMoses: “Yabona! Uya kulala kookhokho bakho;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kusuka+ esi sizwana sibe neentlobano zokuziphatha okubi noothixo basemzini belizwe esiya kulo,+ esiya kuba phakathi kwabo, yaye ngokuqinisekileyo siya kundishiya+ size siwaphule umnqophiso wam endiwenze naso.+
-
-
2 Kronike 13:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 Yaye baqhumisa umnikelo otshiswayo kuYehova rhoqo kusasa nangokuhlwa+ kwanesiqhumiso sobulawu;+ kwanesonka esicwangciswe kakuhle phezu kwetafile yegolide esulungekileyo,+ kukho nesiphatho sezibane segolide+ nezibane zazo ukukhanyisa iingokuhlwa zonke;+ ngenxa yokuba thina sigcina imbopheleko+ yethu kuYehova uThixo wethu, kodwa nina nimshiyile.+
-