IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 14:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kodwa bonke abantu ababubonileyo ubuqaqawuli bam+ nemiqondiso yam+ endayenzayo eYiputa nasentlango baza sekunjalo bandivavanya+ ezi zihlandlo zilishumi, abaliphulaphula ilizwi lam,+

  • INdumiso 78:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Baza bamvavanya uThixo entliziyweni yabo+

      Ngokucelela umphefumlo wabo into edliwayo.+

  • INdumiso 95:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Xa ookhokho benu bandicikidayo;+

      Bandihlolisisa, bawubona umsebenzi wam.+

  • INdumiso 106:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa babonisa umnqweno wabo wokuzingca entlango+

      Baza bamcikida uThixo enkqantosini.+

  • Luka 4:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Kuthiwa, ‘Uze ungamvavanyi uYehova uThixo wakho.’”+

  • 1 Korinte 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Masingamvavanyi uYehova,+ njengoko abathile kubo bamvavanyayo,+ suke batshabalala ziinyoka.+

  • Hebhere 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 apho ookhokho benu bandivavanya ngesilingo, nakuba babeyibonile imisebenzi yam+ kangangeminyaka engamashumi amane.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share