IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 16:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+

  • Numeri 32:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngoko wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli waza wababhadulisa entlango iminyaka engamashumi amane,+ sada saphela sonke isizukulwana esasisenza okubi emehlweni kaYehova.+

  • Duteronomi 8:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.

  • INdumiso 95:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Xa ookhokho benu bandicikidayo;+

      Bandihlolisisa, bawubona umsebenzi wam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share