IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 17:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Khangela! Ndiya kuma phambi kwakho khona eliweni laseHorebhe. Uze ulibethe iliwa elo, kothi ke kuphume amanzi kulo, basele abantu.”+ Wenjenjalo ke uMoses phambi kwamehlo amadoda amakhulu akwaSirayeli.

  • 1 Kumkani 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko wavuka waza wadla wasela, kwaye womelezwa ngamandla eso sondlo iintsuku ezingamashumi amane+ nobusuku obungamashumi amane ukuya kufikelela entabeni yoTHIXO oyinyaniso, eHorebhe.+

  • Malaki 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Khumbulani umthetho kaMoses umkhonzi wam endamyalela wona eHorebhe ngokuphathelele uSirayeli wonke, kwanemimiselo nezigwebo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share