Numeri 20:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Thabatha intonga+ uze uyibizele ndawonye indibano, wena noAron umntakwenu, nithethe engxondorheni phambi kwabo ukuba inike amanzi ayo; ubakhuphele amanzi engxondorheni leyo, uyiseze indibano namaqegu abo.”+ Duteronomi 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 owakuhambisayo entlango enkulu neyoyikekayo,+ eneenyoka ezinobuhlungu+ noonomadudwane nebaleleyo kwaye ingenamanzi; owakuvelisela amanzi eweni leqhwitha;+ Nehemiya 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+ INdumiso 78:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wahlukanisa amawa entlango,+Ukuze awabangele asele okuninzi kanye njengamanzi anzongonzongo.+ INdumiso 105:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wavula iliwa, kwaqukuqela amanzi;+Wona ehla njengomlambo kwimimandla engumqwebedu.+ INdumiso 114:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Otshintsha iliwa libe lichibi lamanzi elineengcongolo,+Ilitye leqhwitha libe ngumthombo wamanzi.+ Isaya 48:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwaye abazange banxanwe+ xa wayebahambisa nkqu nakwiindawo eziphanzileyo.+ Wabatsitsisela amanzi eliweni, wacanda iliwa ukuze kumpompoze amanzi.”+ 1 Korinte 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 yaye bonke basela isiselo sokomoya esifanayo.+ Kuba babedla ngokusela kulwalwa lokomoya+ olwalubalandela, yaye olo lwalwa+ lwaluthetha uKRISTU.+
8 “Thabatha intonga+ uze uyibizele ndawonye indibano, wena noAron umntakwenu, nithethe engxondorheni phambi kwabo ukuba inike amanzi ayo; ubakhuphele amanzi engxondorheni leyo, uyiseze indibano namaqegu abo.”+
15 owakuhambisayo entlango enkulu neyoyikekayo,+ eneenyoka ezinobuhlungu+ noonomadudwane nebaleleyo kwaye ingenamanzi; owakuvelisela amanzi eweni leqhwitha;+
15 Wabanika nesonka esivela ezulwini ngenxa yokulamba kwabo,+ namanzi avela engxondorheni ngenxa yokunxanwa kwabo,+ yaye wahlabela mgama wathi kubo mabangene+ balidle ilifa ilizwe owaphakamisa isandla sakho wafunga ukubanika lona.+
21 Kwaye abazange banxanwe+ xa wayebahambisa nkqu nakwiindawo eziphanzileyo.+ Wabatsitsisela amanzi eliweni, wacanda iliwa ukuze kumpompoze amanzi.”+
4 yaye bonke basela isiselo sokomoya esifanayo.+ Kuba babedla ngokusela kulwalwa lokomoya+ olwalubalandela, yaye olo lwalwa+ lwaluthetha uKRISTU.+