Eksodus 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kamva yazala unyana waza wamthiya igama elinguGershom,+ kuba, wayesithi: “Ndingumphambukeli ezweni lasemzini.”+
22 Kamva yazala unyana waza wamthiya igama elinguGershom,+ kuba, wayesithi: “Ndingumphambukeli ezweni lasemzini.”+