Eksodus 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kamva uMoses wamndulula uSirayeli wemka kuLwandle Olubomvu, baphuma baya kwintlango yaseShure,+ bahamba iintsuku zantathu entlango, kodwa bengafumani manzi.+ Eksodus 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Baqhubeka besithi oonyana bakaSirayeli kubo: “Akwaba besife+ sisandla sikaYehova ezweni laseYiputa xa sasihleli ngasezimbizeni zenyama,+ sisidla isonka sanele, ngokuba nisikhuphele kule ntlango ukuze nilibulale eli bandla liphela ngendlala.”+ Numeri 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Emva koko uMoses wathumela abathunywa eKadeshe, baya kuthi kukumkani wakwaEdom:+ “Utsho umzalwana wakho uSirayeli+ ukuthi, ‘Wena uyabazi bonke ubunzima obasifikelayo.+
22 Kamva uMoses wamndulula uSirayeli wemka kuLwandle Olubomvu, baphuma baya kwintlango yaseShure,+ bahamba iintsuku zantathu entlango, kodwa bengafumani manzi.+
3 Baqhubeka besithi oonyana bakaSirayeli kubo: “Akwaba besife+ sisandla sikaYehova ezweni laseYiputa xa sasihleli ngasezimbizeni zenyama,+ sisidla isonka sanele, ngokuba nisikhuphele kule ntlango ukuze nilibulale eli bandla liphela ngendlala.”+
14 Emva koko uMoses wathumela abathunywa eKadeshe, baya kuthi kukumkani wakwaEdom:+ “Utsho umzalwana wakho uSirayeli+ ukuthi, ‘Wena uyabazi bonke ubunzima obasifikelayo.+