IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 26:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 UYehova wabonakala kuye ngobo busuku waza wathi: “NdinguThixo ka-Abraham uyihlo.+ Musa ukoyika,+ kuba ndinawe, yaye ndiza kukusikelela ndize ndiyandise imbewu yakho ngenxa ka-Abraham umkhonzi wam.”+

  • Genesis 32:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Emva koko uYakobi wathi: “Owu Thixo kabawo uAbraham noThixo kabawo uIsake,+ Owu Yehova, wena othe kum, ‘Buyela ezweni lakowenu nakwizalamane zakho yaye ndiya kuqhubana kakuhle nawe,’+

  • Mateyu 22:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 ‘NdinguTHIXO ka-Abraham noTHIXO kaIsake noTHIXO kaYakobi’?+ AkangoTHIXO wabafileyo, kodwa ngowabaphilayo.”+

  • IZenzo 7:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 ‘NdinguTHIXO wookhokho bakho, uTHIXO ka-Abraham nokaIsake nokaYakobi.’+ Engcangcazela, uMoses akazange abe nabuganga bokuhlola ngokubhekele phaya.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share