Genesis 50:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ethubeni wathi uYosefu kubantakwabo: “Sele ndiza kufa; kodwa uThixo okunene uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye uya kuninyusa niphume kweli lizwe, anise ezweni awafunga ngalo kuAbraham, kuIsake nakuYakobi.”+ Eksodus 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waqhubeka wathi: “NdinguTHIXO kayihlo, uTHIXO ka-Abraham, uTHIXO kaIsake noTHIXO kaYakobi.”+ Wabufihla uMoses ubuso bakhe, kuba wayesoyika ukukhangela kuTHIXO oyinyaniso. Marko 12:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa ngokuphathelele ukuvuswa kwabafileyo, anizange nifunde na kwincwadi kaMoses, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva, okokuba uThixo wathi kuye, ‘NdinguTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi’?+ Luka 20:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa into yokuba abafileyo bayavuswa kwanoMoses wayityhila, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva,+ xa ebiza uYehova ngokuthi ‘uTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi.’+
24 Ethubeni wathi uYosefu kubantakwabo: “Sele ndiza kufa; kodwa uThixo okunene uya kuyiphethulela kuni ingqalelo yakhe,+ yaye uya kuninyusa niphume kweli lizwe, anise ezweni awafunga ngalo kuAbraham, kuIsake nakuYakobi.”+
6 Waqhubeka wathi: “NdinguTHIXO kayihlo, uTHIXO ka-Abraham, uTHIXO kaIsake noTHIXO kaYakobi.”+ Wabufihla uMoses ubuso bakhe, kuba wayesoyika ukukhangela kuTHIXO oyinyaniso.
26 Kodwa ngokuphathelele ukuvuswa kwabafileyo, anizange nifunde na kwincwadi kaMoses, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva, okokuba uThixo wathi kuye, ‘NdinguTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi’?+
37 Kodwa into yokuba abafileyo bayavuswa kwanoMoses wayityhila, kwingxelo ephathelele ityholo elinameva,+ xa ebiza uYehova ngokuthi ‘uTHIXO ka-Abraham noThixo kaIsake noThixo kaYakobi.’+