IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ndithe ndakubona+ phakathi kwamaxhoba umnweba waseShinare,+ okhangeleka kakuhle, namakhulu amabini eeshekele zesilivere nesitena esinye segolide, sinobunzima obuziishekele ezingamashumi amahlanu, ndazinqwenela,+ ndaza ndazithabatha;+ yaye, khangela! zifihlwe emhlabeni phakathi ententeni yam nemali phantsi kwayo.”+

  • Mika 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Banqwenele amasimi baza bawahlutha; nezindlu, baza bazithabatha;+ yaye baqhathe indoda eyomeleleyo nendlu yayo,+ indoda nelifa layo.+

  • Luka 12:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula ke wathi kubo: “Gcinani amehlo enu evulekile nize nizilinde kulo lonke uhlobo lwenkanuko,+ kuba kwanaxa umntu enentabalala ubomi bakhe abuphumi kwizinto anazo.”+

  • Roma 7:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Sithini na ke ngoko? Ngaba uMthetho usisono?+ Nakanye! Ngokwenene ngendingasazanga isono+ ukuba bekungengaMthetho; ngokomzekelo, ngendingayazanga inkanuko+ ukuba uMthetho ubungatshongo ukuthi: “Uze ungakhanuki.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share