Eksodus 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+ Duteronomi 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandiyalela uYehova ngelo xesha ukuba ndinifundise imimiselo nezigwebo, ukuze nizenze ezweni eniwelela kulo ukuba nilidle ilifa.+ ISityhilelo 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+
3 Waya uMoses, wabaxelela abantu onke amazwi kaYehova nemimiselo yonke,+ baza baphendula ngazwi-nye bonke abantu bathi: “Sikulungele ukwenza ngokwamazwi onke awathethileyo uYehova.”+
14 Wandiyalela uYehova ngelo xesha ukuba ndinifundise imimiselo nezigwebo, ukuze nizenze ezweni eniwelela kulo ukuba nilidle ilifa.+
4 Ngubani na ongayi kukoyika ngokwenene wena,+ Yehova,+ aze azukise igama lakho,+ ngenxa yokuba inguwe wedwa onyanisekileyo?+ Kuba zonke iintlanga ziya kuza zinqule phambi kwakho,+ ngenxa yokuba imimiselo yakho yobulungisa ibonakalisiwe.”+