Eksodus 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Yiyo le imimiselo oya kuyibeka phambi kwabo:+ Duteronomi 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu. Hebhere 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ngoku uYesu uzuze inkonzo kawonke-wonke ebalasele ngakumbi, ukuze ngokukwanjalo abe kwangumlamli+ womnqophiso olunge ngakumbi,+ omiselwe ngokusemthethweni kwizithembiso ezilunge ngakumbi.+
4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu.
6 Kodwa ngoku uYesu uzuze inkonzo kawonke-wonke ebalasele ngakumbi, ukuze ngokukwanjalo abe kwangumlamli+ womnqophiso olunge ngakumbi,+ omiselwe ngokusemthethweni kwizithembiso ezilunge ngakumbi.+