IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 35:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “‘Kodwa ukuba uthe wamtyhala ngokungalindelekanga engenabutshaba okanye waphosa nayiphi na into ngakuye engamlalelanga,+

  • Duteronomi 19:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Yiyo ke le indlela yokusingatha ityala lesibulala-mntu esithe sasabela khona ukuze siphile: Ukuba sithe salibetha idlelane laso singazi yaye besingalithiyanga ngaphambili;+

  • INtshumayeli 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndabuya ndabona phantsi kwelanga ukuba ukukhawuleza asikokwababalekayo,+ idabi asilolabanamandla,+ nokutya asikokwezilumko,+ nobutyebi+ asibobabanokuqonda, kwanobabalo asilolwabanokwazi;+ ngenxa yokuba bonke behlelwa lixesha nasisihlo esingenakubonwa kwangaphambili.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share