Eksodus 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa lowo ubengamlalelanga, kunoko uTHIXO oyinyaniso emyekele esandleni sakhe,+ ndokumisela indawo aya kusabela kuyo.+ Duteronomi 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 okanye saya nedlelane laso ehlathini sisiya kugawula imithi, saza saphakamisa izembe ngesandla sicanda umthi, suke yaphuncuka intsimbi emphinini,+ yabetha kwidlelane laso lafa, sona sifanele sisabele kwesinye sezi sixeko ukuze siphile.+ Yoshuwa 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ukuze isibulala-mntu+ esibetha umphefumlo siwubulale singaqondanga yaye singazi sibalekele apho; yaye zimele zibe yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+ Yoshuwa 20:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ukuba kunokwenzeka umphindezeli wegazi asisukele, ngoko akafanele anikezele ngesibulala-mntu esandleni sakhe;+ kuba sibethe sabulala singazi idlelane laso, yaye besingalithiyanga ngaphambili.+
13 Kodwa lowo ubengamlalelanga, kunoko uTHIXO oyinyaniso emyekele esandleni sakhe,+ ndokumisela indawo aya kusabela kuyo.+
5 okanye saya nedlelane laso ehlathini sisiya kugawula imithi, saza saphakamisa izembe ngesandla sicanda umthi, suke yaphuncuka intsimbi emphinini,+ yabetha kwidlelane laso lafa, sona sifanele sisabele kwesinye sezi sixeko ukuze siphile.+
3 ukuze isibulala-mntu+ esibetha umphefumlo siwubulale singaqondanga yaye singazi sibalekele apho; yaye zimele zibe yindawo yokuzikhusela kumphindezeli wegazi.+
5 Yaye ukuba kunokwenzeka umphindezeli wegazi asisukele, ngoko akafanele anikezele ngesibulala-mntu esandleni sakhe;+ kuba sibethe sabulala singazi idlelane laso, yaye besingalithiyanga ngaphambili.+