Yeremiya 2:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “Njengokuhlazeka kwesela xa lifunyenwe, ngokunjalo abo bendlu kaSirayeli bazive behlazekile,+ bona, ookumkani babo, iinkosana zabo nababingeleli babo nabaprofeti babo.+ Mateyu 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kunoko, ziqwebeleni ubuncwane ezulwini,+ apho inundu nomhlwa zingadliyo+ khona, nalapho amasela angaqhekeziyo ebe. Mateyu 24:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 “Kodwa yazini nto inye, ukuba umnini-ndlu ebesazi ukuba isela liza ngawuphi na umlindo,+ ebeya kuhlala ephaphile aze angavumi ukuba indlu yakhe iqhekezwe.
26 “Njengokuhlazeka kwesela xa lifunyenwe, ngokunjalo abo bendlu kaSirayeli bazive behlazekile,+ bona, ookumkani babo, iinkosana zabo nababingeleli babo nabaprofeti babo.+
20 Kunoko, ziqwebeleni ubuncwane ezulwini,+ apho inundu nomhlwa zingadliyo+ khona, nalapho amasela angaqhekeziyo ebe.
43 “Kodwa yazini nto inye, ukuba umnini-ndlu ebesazi ukuba isela liza ngawuphi na umlindo,+ ebeya kuhlala ephaphile aze angavumi ukuba indlu yakhe iqhekezwe.