Eksodus 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Xa athe umntu wanika idlelane lakhe imali okanye impahla ukuba liyigcine,+ yaza yabiwa endlwini yaloo mntu, ukuba lithe lafunyanwa isela elo, loyibuyekeza ngokuphindiweyo.+
7 “Xa athe umntu wanika idlelane lakhe imali okanye impahla ukuba liyigcine,+ yaza yabiwa endlwini yaloo mntu, ukuba lithe lafunyanwa isela elo, loyibuyekeza ngokuphindiweyo.+