IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 25:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko uSirayeli wazibandakanya noBhahali wasePehore;+ waza wavutha umsindo kaYehova kuSirayeli.+

  • 1 Kumkani 18:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Wandula ke uEliya wathi kubo: “Babambeni abaprofeti bakaBhahali! Ningavumeli namnye kubo abaleke!” Kwaoko bababamba, waza uEliya wabazisa entlanjeni yaseKishon,+ wababulalela apho ngogonyamelo.+

  • 2 Kumkani 10:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwathi kamsinya nje akuba egqibile ukwenza umnikelo otshiswayo, ngoko nangoko uYehu wathi kwiimbaleki nakubaphathi-mkhosi: “Ngenani, nibaxabele! Ningavumeli namnye ukuba aphume.”+ Yaye iimbaleki nabaphathi-mkhosi+ babaxabela ngohlangothi lwekrele baza babaphosela ngaphandle, baqhubeka bada baya kufikelela kwisixeko sendlu kaBhahali.

  • 1 Korinte 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Hayi anditsho; kodwa ndithi izinto iintlanga ezizibingelelayo zizibingelela kwiidemon,+ kungekhona kuThixo; kwaye andifuni nibe nesabelo needemon.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share