10 “Ndamfumana uSirayeli njengezidiliya zasentlango.+ Ndababona ookhokho benu njengekhiwane lokuqala emkhiwaneni, ekuqaleni kwawo.+ Basuka bona baya kuBhahali wasePehore,+ yaye baqhubeka bezahlulela kwinto enezothe,+ yaye baba lizothe njengento eyintandane yabo.+