IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 34:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ukuze abangele isikhalo sosweleyo sifike kuye;

      Yaye ngoko uyasiva isikhalo sabaxhwalekileyo.+

  • INdumiso 10:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ukuze uyigwebe inkwenkwe engenayise nalowo utyunyuziweyo,+

      Ukuze umntu ofayo ongowasemhlabeni angabangeli ukungcangcazela kwakhona.+

  • Luka 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokuqinisekileyo, ngoko, akayi kuthi na uThixo abangele ukuba okusesikweni+ kwenziwe kwabo banyuliweyo bakhe abadanduluka kuye imini nobusuku, kwanakuba enokuzeka kade umsindo+ ngabo?

  • Yakobi 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Khangelani! Imivuzo yabasebenzi abavuna amasimi enu eniyibambileyo,+ iyaqhubeka idanduluka,+ nezimemezo zokucela uncedo+ zabavuni zingenile ezindlebeni+ zikaYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share