IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 10:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kwanakwigumbi lakho lokulala musa ukumqalekisa ukumkani,+ yaye kumagumbi angaphakathi kwindawo olala kuyo musa ukumqalekisa lowo usisityebi;+ ngokuba isidalwa esiphaphazelayo sasemazulwini siya kudlulisela isandi nento enamaphiko iya kuwuxela umbandela.+

  • IZenzo 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Waza uPawulos wathi: “Bazalwana, bendingazi ukuba ngumbingeleli omkhulu. Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘Uze ungathethi kakubi ngomlawuli wabantu bakowenu.’”+

  • 2 Petros 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 noko ke, ngokukodwa abo balandela inyama ngomnqweno wokuyenza inqambi,+ bebujongela phantsi ubukhosi.+

      Banobuganga bokwenza unothanda, yaye ababangcangcazeleli abo bazukileyo kodwa bayabatshabhisa,+

  • Yuda 8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwangokunjalo ke, ngohlobo olufanayo, naba bantu, abazifica emaphupheni,+ bayenza inqambi inyama yaye bagatya ubukhosi+ bekwatshabhisa abo bazukileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share