IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bamele baphandisise ngokucokisekileyo+ abagwebi, yaye ukuba ingqina elo lilingqina lobuxoki kwaye lizise isimangalo sobuxoki ngomzalwana walo,

  • IMizekeliso 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ingqina elixokayo aliyi kukhululeka esohlwayweni,+ nofutha ubuxoki akayi kusinda.+

  • Mateyu 26:59
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 59 Ngelo xesha ababingeleli abaziintloko neSanhedrin iphela babefuna ubungqina bobuxoki nxamnye noYesu ukuze bambulale,+

  • IZenzo 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Bandula ke ngokufihlakeleyo baqhubela amadoda athile ukuba athi:+ “Simve ethetha amazwi onyeliso+ nxamnye noMoses noThixo.”

  • ISityhilelo 12:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ndaza ndeva ilizwi elikhulu ezulwini lisithi:

      “Ngoku lufikile usindiso+ namandla+ nobukumkani boThixo+ wethu negunya likaKristu+ wakhe, ngenxa yokuba uye waphoswa phantsi ummangaleli wabazalwana bethu, obamangalela imini nobusuku phambi koThixo wethu!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share