1 Kumkani 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uze ungamshiyi ungamohlwayanga,+ kuba uyindoda esisilumko+ kwaye ukwazi kakuhle omele ukwenze kuye, yaye umele uzihlisele eShiyol zinegazi+ izimvi+ zakhe.” IMizekeliso 21:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ingqina elixokayo liya kutshabalala,+ kodwa umntu ophulaphulayo uya kuthetha ngonaphakade.+
9 Uze ungamshiyi ungamohlwayanga,+ kuba uyindoda esisilumko+ kwaye ukwazi kakuhle omele ukwenze kuye, yaye umele uzihlisele eShiyol zinegazi+ izimvi+ zakhe.”