IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 31:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngenxa yokuba bendisothuswa sisihlwele esikhulu,

      Okanye ndinkwantyiswa kukudelwa ziintsapho zaso

      Yaye bendisithi cwaka, ndingaphumi ngesango.

  • Luka 23:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngako oko bamxina, ngamazwi amakhulu, befuna ukuba abethelelwe; yaye amazwi abo oyisa.+

  • IZenzo 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 UFesto, enqwenela ukuzuza ukukholeka+ kumaYuda, wamphendula uPawulos wathi: “Unqwenela ukunyuka na uye eYerusalem uze ugwetywe apho phambi kwam ngokuphathelele ezi zinto?”+

  • Roma 1:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Nangona bona bewazi ngokuzele kakuhle ummiselo wobulungisa kaThixo,+ wokuba abo baqhelisela izinto ezinjalo bafanelwe kukufa,+ abapheleli nje ekuzenzeni kodwa bakwavumelana+ nabo baziqheliselayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share