IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 19:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+

  • Levitikus 20:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Yaye nize niyigcine imimiselo yam, niyenze.+ NdinguYehova oningcwalisayo.+

  • Levitikus 21:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Uze umngcwalise ke,+ kuba esondeza isonka sikaThixo wakho. Woba ngcwele kuwe,+ ngokuba ndingcwele, mna Yehova uningcwalisayo.+

  • Yohane 17:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Bangcwalise+ ngayo inyaniso; ilizwi lakho+ liyinyaniso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share