IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Lowo iya kuba ngummiselo wexesha elinganammiselo kuni,+ wokubacamagushela oonyana bakaSirayeli ngenxa yezono zabo zonke kube kanye ngonyaka.”+

      Wenza ke kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.

  • Hebhere 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+

  • Hebhere 9:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba uKristu wangena, kungekhona kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenkqu ngenxa yethu.+

  • Hebhere 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kungenjalo, bekuya kufuneka abandezeleke ngokufuthi ukususela ekusekweni+ kwehlabathi. Kodwa ngoku uzibonakalise+ kwaba kanye+ ekuphelisweni kweenkqubo zezinto+ ukuze asisuse isono ngombingelelo wakhe siqu.+

  • Hebhere 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kungenxa yale “ntando”+ yakhe le nto siye sangcwaliswa+ ngokunikelwa+ komzimba kaYesu Kristu kwaba kanye.+

  • 1 Yohane 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share