Eksodus 30:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UAron makacamagushele iimpondo zaso kube kanye ngonyaka.+ Asicamagushele ngenxalenye yegazi lomnikelo wesono+ lokucamagusha kube kanye ngonyaka, ezizukulwaneni zenu. Sisesona singcwele kuYehova.” Hebhere 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kodwa kwicandelo lesibini ngumbingeleli omkhulu yedwa ongenayo kanye ngonyaka,+ kungekhona ngaphandle kwegazi,+ alinikela ngenxa yakhe+ nangenxa yezono ezenziwa ngabantu ngokungazi.+
10 UAron makacamagushele iimpondo zaso kube kanye ngonyaka.+ Asicamagushele ngenxalenye yegazi lomnikelo wesono+ lokucamagusha kube kanye ngonyaka, ezizukulwaneni zenu. Sisesona singcwele kuYehova.”
7 kodwa kwicandelo lesibini ngumbingeleli omkhulu yedwa ongenayo kanye ngonyaka,+ kungekhona ngaphandle kwegazi,+ alinikela ngenxa yakhe+ nangenxa yezono ezenziwa ngabantu ngokungazi.+