17 Ngaloo ndlela lonke ibandla labo babebuye ekuthinjweni lenza iminquba laza lahlala eminqubeni; kuba oonyana bakaSirayeli babengenzi ngaloo ndlela ukususela kwimihla kaYoshuwa unyana kaNun+ de kube ngaloo mini, kangangokuba baba nemihlali kakhulu.+