IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yobhi 11:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Uya kuzolula ngokwenene, kungekho ukwenza ungcangcazele.

      Yaye abantu abaninzi ngokuqinisekileyo baya kukuthantamisa;+

  • INdumiso 4:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Xa kukho uxolo ndiya kungqengqa ndize ndilale ngoxolo,+

      Kuba nguwe wedwa, Yehova, ondenza ndihlale ndinqabisekile.+

  • Yeremiya 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Wena ke, musa ukoyika, mkhonzi wam Yakobi,” utsho uYehova, “ungangenwa nalunkwantyo, Sirayeli.+ Kuba yabona, ndikusindisa usekude nenzala yakho kwilizwe lokuthinjwa kwayo.+ Kwaye uYakobi ngokuqinisekileyo uya kubuya, angaphazanyiswa aze ahlale ngokukhululeka, yaye akuyi kubakho bani umngcangcazelisayo.”+

  • Mika 4:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kwaye okunene baya kuhlala, ngamnye phantsi komdiliya wakhe naphantsi komkhiwane wakhe,+ yaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo;+ kuba wona kanye umlomo kaYehova wemikhosi ukuthethile oko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share