IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye abasindileyo benu ngokuqinisekileyo baya kundikhumbula bephakathi kweentlanga abaya kube bethinjelwe kuzo,+ ngenxa yokuba ndaphukile entliziyweni yabo ehenyuzayo ephambukileyo kum+ nasemehlweni abo ahenyuzayo elandela izithixo zabo ezinezothe;+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuziva bezothekile ebusweni babo ngenxa yezinto ezimbi abazenzileyo kuzo zonke izinto zabo ezicekisekayo.+

  • Hebhere 10:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Kuba siyamazi lowo wathi: “Impindezelo yeyam; kuya kubuyekeza mna”;+ nowathi kwakhona: “UYehova uya kubagweba abantu bakhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share